"Ziphengululeni• izibhalo, ngokuba nina niba ninobomi obungunaphakade kuzo; zaye zona zingqina ngam." Yohane 5:39 La ngamazwi athethwa nguYesu athetha nathi nanamhlanje.Nangona kunokubakho uhlobo oluthile lonqulo kunye nomthandazo, injongo yokufunda rhoqo Izibhalo Ezingcwele kukudibanisa ukuqonda uThixo neLizwi lakhe. Kanye ngeveki Sizakudibana ngo 08H00 ngolwesihlanu sishwankathela isifundo Sesikolo seSabatha. Wamkelekile, senzele nje oku mamela wabelane nabanye kwisocial media platforms, emva koko Ukuba ufuna ukuuqhagamshelana nam [email protected] OR twitter @Izibhalo_Rhoqo
Charts
- 32Increased by 0
Épisodes récents
Nov 6, 2023
Intshumayeli 2
S6 E2 • 15 mins
Nov 5, 2023
Intshumayeli 1
S6 E1 • 16 mins
Jul 10, 2023
Chapter 8—Luther Before the Diet
E8 • 18 mins
Jul 3, 2023
The Great Controversy 7: Luther's Separation From Rome
E7 • 9 mins
Jun 30, 2023
UPawulos Ngabase Efese
E1 • 23 mins
Langue
Anglais
Pays
Mozambique
Site web
Flux